INdumiso 140:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Balulolile ulwimi lwabo njengolo lwenyoka;+Ubuhlungu berhamba elineempondwana buphantsi kwemilebe yabo.+ Seʹlah. IZenzo 28:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kodwa babelindele ukuba wayeza kudumba ngenxa yokukrala okanye athi qithi ngequbuliso afe. Emva kokulinda ithuba elide baza abambona esenzakala, bayitshintsha ingqondo yabo baza bathi unguthixo.+
3 Balulolile ulwimi lwabo njengolo lwenyoka;+Ubuhlungu berhamba elineempondwana buphantsi kwemilebe yabo.+ Seʹlah.
6 Kodwa babelindele ukuba wayeza kudumba ngenxa yokukrala okanye athi qithi ngequbuliso afe. Emva kokulinda ithuba elide baza abambona esenzakala, bayitshintsha ingqondo yabo baza bathi unguthixo.+