Genesis 19:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Ngoko zaqhubeka zimseza iwayini uyise ngobo busuku;+ yangena eyamazibulo yaza yalala noyise, kodwa akayazanga yena ukulala kwayo nokuvuka kwayo.
33 Ngoko zaqhubeka zimseza iwayini uyise ngobo busuku;+ yangena eyamazibulo yaza yalala noyise, kodwa akayazanga yena ukulala kwayo nokuvuka kwayo.