INdumiso 26:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ndilithiyile ibandla labenzi bobubi,+Yaye andihlali nabangendawo.+ INdumiso 28:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Musa ukunditsala kunye nabantu abangendawo nabo baqhelisela oko kwenzakalisayo,+Abo bathetha uxolo namaqabane abo+ kodwa ezintliziyweni zabo kukho okubi.+ IMizekeliso 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Nyana wam, ukuba aboni bazama ukukulukuhla, ungavumi.+
3 Musa ukunditsala kunye nabantu abangendawo nabo baqhelisela oko kwenzakalisayo,+Abo bathetha uxolo namaqabane abo+ kodwa ezintliziyweni zabo kukho okubi.+