INdumiso 62:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kwanobubele bothando bobakho, Yehova,+Kuba wena ubuyisela ngamnye ngokomsebenzi wakhe.+ Mateyu 16:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kuba uNyana womntu umiselwe ukuba eze esebuqaqawulini bukaYise eneengelosi zakhe, abuyekeze ngamnye ngokokuziphatha kwakhe.+ Roma 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yaye uya kunika ngamnye ngokwemisebenzi yakhe:+ 2 Korinte 5:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba sonke simele sibonakaliswe phambi kwesihlalo sokugweba sikaKRISTU,+ ukuze ngamnye afumane oko kumfaneleyo ngezinto ezenziwe ngomzimba, ngokwezinto aziqheliseleyo, enoba zezilungileyo okanye ezimbi.+
27 Kuba uNyana womntu umiselwe ukuba eze esebuqaqawulini bukaYise eneengelosi zakhe, abuyekeze ngamnye ngokokuziphatha kwakhe.+
10 Kuba sonke simele sibonakaliswe phambi kwesihlalo sokugweba sikaKRISTU,+ ukuze ngamnye afumane oko kumfaneleyo ngezinto ezenziwe ngomzimba, ngokwezinto aziqheliseleyo, enoba zezilungileyo okanye ezimbi.+