INdumiso 19:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Zinqweneleka ngakumbi kunegolide, ewe, kunegolide esulungekiswe kakhulu;+Yaye zimnandi ngakumbi kunobusi+ nencindi yobusi bamanqatha.+ INdumiso 119:103 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 103 Hayi indlela agude ngayo amazwi akho enkalakahleni yam,Agude ngakumbi kunobusi emlonyeni wam!+ IMizekeliso 22:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kuba kuyathandeka ukuba uwagcine esiswini sakho,+ ukuze amiselwe ngokuqinileyo kunye phezu kwemilebe yakho.+
10 Zinqweneleka ngakumbi kunegolide, ewe, kunegolide esulungekiswe kakhulu;+Yaye zimnandi ngakumbi kunobusi+ nencindi yobusi bamanqatha.+
18 Kuba kuyathandeka ukuba uwagcine esiswini sakho,+ ukuze amiselwe ngokuqinileyo kunye phezu kwemilebe yakho.+