IMizekeliso 17:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Imbiza yokusulungekisa yeyesilivere neziko lelegolide,+ kodwa uYehova ungumgocagoci weentliziyo.+ Malaki 3:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Umele ahlale njengomsulungekisi nomcoci wesilivere+ yaye umele abahlambulule oonyana bakaLevi;+ kwaye umele abacikize njengegolide+ nanjengesilivere, yaye ngokuqinisekileyo kuYehova baya kuba ngabantu abanikela umnikelo osisipho+ ngobulungisa.
3 Umele ahlale njengomsulungekisi nomcoci wesilivere+ yaye umele abahlambulule oonyana bakaLevi;+ kwaye umele abacikize njengegolide+ nanjengesilivere, yaye ngokuqinisekileyo kuYehova baya kuba ngabantu abanikela umnikelo osisipho+ ngobulungisa.