Luka 14:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 eze ke lowo unimemileyo, athi kuwe, ‘Khawudedele lo mntu.’ Uze ke wena uye kuhlala kweyona ndawo iphantsi uhlazekile.+ Luka 18:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ndithi kuni, Lo mntu wehla ukuya ekhayeni lakhe engqineke elilungisa ngakumbi+ kunalowa umntu; kuba wonk’ ubani oziphakamisayo uya kuthotywa, kodwa lowo uzithobayo uya kuphakanyiswa.”+ 1 Petros 5:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngokunjalo, nina madodana, wathobeleni+ amadoda amakhulu. Bhinqani nonke ukuthobeka kwengqondo omnye ngakomnye,+ ngenxa yokuba uThixo ubachasile abo banekratshi, kodwa ubanika ububele obungasifanelanga abo bathobekileyo.+
9 eze ke lowo unimemileyo, athi kuwe, ‘Khawudedele lo mntu.’ Uze ke wena uye kuhlala kweyona ndawo iphantsi uhlazekile.+
14 Ndithi kuni, Lo mntu wehla ukuya ekhayeni lakhe engqineke elilungisa ngakumbi+ kunalowa umntu; kuba wonk’ ubani oziphakamisayo uya kuthotywa, kodwa lowo uzithobayo uya kuphakanyiswa.”+
5 Ngokunjalo, nina madodana, wathobeleni+ amadoda amakhulu. Bhinqani nonke ukuthobeka kwengqondo omnye ngakomnye,+ ngenxa yokuba uThixo ubachasile abo banekratshi, kodwa ubanika ububele obungasifanelanga abo bathobekileyo.+