Genesis 32:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 kwaye wabayalela, esithi: “Nize nithi enkosini yam,+ uEsawu, ‘Utsho umkhonzi wakho uYakobi ukuthi: “Bendihleli kuLabhan njengomphambukeli, ndihleli ixesha elide khona kwade kwangoku.+ IMizekeliso 15:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Impendulo, xa inobulali, isusa umsindo,+ kodwa ilizwi elibangela intlungu linyusa umsindo.+
4 kwaye wabayalela, esithi: “Nize nithi enkosini yam,+ uEsawu, ‘Utsho umkhonzi wakho uYakobi ukuthi: “Bendihleli kuLabhan njengomphambukeli, ndihleli ixesha elide khona kwade kwangoku.+