Rute 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Amehlo akho makabe sentsimini abaya kuyivuna, uhambe nabo. Andibayalelanga na abafana ukuba bangakuchukumisi?+ Xa unxaniwe, umele uye ezityeni uze usele koko kuya kukhiwa ngabafana.”+ 2 Samuweli 23:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Emva kwethuba uDavide wavakalisa umnqweno wakhe waza wathi: “Owu ukuba nje bendingasela amanzi equla laseBhetelehem elisesangweni!”+ Mateyu 10:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Kwaye nabani na onika omnye waba bancinane indebe yamanzi abandayo kuphela ukuba asele kuba engumfundi, inene ndithi kuni, akasayi kuze alahlekelwe ngumvuzo wakhe.”+
9 Amehlo akho makabe sentsimini abaya kuyivuna, uhambe nabo. Andibayalelanga na abafana ukuba bangakuchukumisi?+ Xa unxaniwe, umele uye ezityeni uze usele koko kuya kukhiwa ngabafana.”+
15 Emva kwethuba uDavide wavakalisa umnqweno wakhe waza wathi: “Owu ukuba nje bendingasela amanzi equla laseBhetelehem elisesangweni!”+
42 Kwaye nabani na onika omnye waba bancinane indebe yamanzi abandayo kuphela ukuba asele kuba engumfundi, inene ndithi kuni, akasayi kuze alahlekelwe ngumvuzo wakhe.”+