Luka 12:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Wathi kuye: “Mntundini, ngubani na ondimisele ukuba ngumgwebi+ okanye umahluli phezu kwenu?” 1 Tesalonika 4:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 nibe nosukelo lokuhlala ngokuzolileyo,+ ningagxuphuleki kwimicimbi+ yabanye, nisebenze ngezandla zenu,+ kanye njengoko saniyalelayo; 1 Petros 4:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Noko ke, makungabikho namnye kuni obandezeleka+ ngenxa yokuba engumbulali okanye isela okanye umenzi-bubi okanye ugqada-mbekweni+ kwimicimbi yabanye abantu.
11 nibe nosukelo lokuhlala ngokuzolileyo,+ ningagxuphuleki kwimicimbi+ yabanye, nisebenze ngezandla zenu,+ kanye njengoko saniyalelayo;
15 Noko ke, makungabikho namnye kuni obandezeleka+ ngenxa yokuba engumbulali okanye isela okanye umenzi-bubi okanye ugqada-mbekweni+ kwimicimbi yabanye abantu.