2 Samuweli 13:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ekugqibeleni uAbhisalom wathi: “Ukuba ke asinguwe, makakhe ahambe nathi uAmnon umntakwethu.”+ Wathi yena ukumkani kuye: “Kutheni na efanele ahambe nawe?” INdumiso 12:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Bayaqhubeka bethetha okungeyonyaniso omnye komnye;+Ngomlebe ogudileyo+ bayaqhubeka bethetha nangentliziyo embaxa.+ INdumiso 28:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Musa ukunditsala kunye nabantu abangendawo nabo baqhelisela oko kwenzakalisayo,+Abo bathetha uxolo namaqabane abo+ kodwa ezintliziyweni zabo kukho okubi.+
26 Ekugqibeleni uAbhisalom wathi: “Ukuba ke asinguwe, makakhe ahambe nathi uAmnon umntakwethu.”+ Wathi yena ukumkani kuye: “Kutheni na efanele ahambe nawe?”
2 Bayaqhubeka bethetha okungeyonyaniso omnye komnye;+Ngomlebe ogudileyo+ bayaqhubeka bethetha nangentliziyo embaxa.+
3 Musa ukunditsala kunye nabantu abangendawo nabo baqhelisela oko kwenzakalisayo,+Abo bathetha uxolo namaqabane abo+ kodwa ezintliziyweni zabo kukho okubi.+