IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 37:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Bamkhweletela+ ke abantakwabo, kodwa yena uyise waligcina elo lizwi.+

  • IMizekeliso 14:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Intliziyo ezolileyo ibubomi kumzimba wenyama,+ kodwa ikhwele likukubola emathanjeni.+

  • IZenzo 17:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kodwa amaYuda, aba nekhwele,+ athabathela kuwo amadoda athile angendawo kulawo angoongqikana kwindawo yemarike yaye ayila ihlokondiba aza aqala ukwenza isixeko sibe sisaqunge.+ Kwaye ayihlasela indlu kaYason+ efuna ukubazisa kulo igquba.

  • Yakobi 3:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kodwa ukuba ninekhwele elikrakra+ nokusukuzana+ ezintliziyweni zenu, musani ukuzigwagwisa+ yaye nixoka nxamnye nenyaniso.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share