INdumiso 45:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Zonke izambatho zakho ziyimore nekhala nekasiya;+Ebhotweni elizukileyo leempondo zendlovu+ imirhubhe ikwenze wanemihlali. INgoma yazo iiNgoma 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Yintoni na le nto inyuka isuka entlango njengemiqulu yomsi, iqhunyiselwa ngemore nangentlaka yokuqhumisa,+ nangalo lonke uhlobo lomgubo onevumba elimnandi lomrhwebi?”+ INgoma yazo iiNgoma 4:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Hayi indlela ezimnandi ngayo izincokoliso zakho zothando,+ dade wethu, mtshakazi wam! Hayi indlela ezilunge ngakumbi ngayo kunewayini nevumba elimnandi leeoli zakho kunazo zonke iintlobo zobulawu!+ Yohane 12:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 UMariya, ke ngoko, wathabatha iponti yeoli yobulawu, inadusi yokwenene,+ exabiso likhulu kakhulu, yaye wathambisa iinyawo zikaYesu waza wazisula iinyawo zakhe ngeenwele zakhe.+ Indlu yazaliswa livumba leoli yobulawu.
8 Zonke izambatho zakho ziyimore nekhala nekasiya;+Ebhotweni elizukileyo leempondo zendlovu+ imirhubhe ikwenze wanemihlali.
6 “Yintoni na le nto inyuka isuka entlango njengemiqulu yomsi, iqhunyiselwa ngemore nangentlaka yokuqhumisa,+ nangalo lonke uhlobo lomgubo onevumba elimnandi lomrhwebi?”+
10 Hayi indlela ezimnandi ngayo izincokoliso zakho zothando,+ dade wethu, mtshakazi wam! Hayi indlela ezilunge ngakumbi ngayo kunewayini nevumba elimnandi leeoli zakho kunazo zonke iintlobo zobulawu!+
3 UMariya, ke ngoko, wathabatha iponti yeoli yobulawu, inadusi yokwenene,+ exabiso likhulu kakhulu, yaye wathambisa iinyawo zikaYesu waza wazisula iinyawo zakhe ngeenwele zakhe.+ Indlu yazaliswa livumba leoli yobulawu.