IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 39:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Yaye inkosi yakhe yabona ukuba uYehova wayenaye kwanokuba yonk’ into awayeyenza uYehova wayeyiphumelelisa esandleni sakhe.

  • IMizekeliso 10:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Osebenza ngesandla esidangeleyo uya kuswela,+ kodwa isandla sokhutheleyo siya kumenza atyebe.+

  • IMizekeliso 12:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Odangeleyo akayi kuzisukela iinyamakazi,+ kodwa okhutheleyo yindyebo yomntu exabisekileyo.

  • Kolose 3:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Nayiphi na into eniyenzayo, yenzeni ngomphefumlo uphela+ ngokungathi niyenzela uYehova,+ kungekhona abantu,

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share