Levitikus 26:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ndiya kunichasa ngenene, noyiswe ngokuqinisekileyo ziintshaba zenu;+ baninyathele abanithiyayo,+ nisabe kungekho unisukelayo.+ 2 Kumkani 7:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 UYehova wabangela ukuba inkampu yamaSiriya ive+ isandi seenqwelo zokulwa, isandi samahashe, isandi somkhosi omkhulu wamajoni,+ kangangokuba athi omnye komnye: “Khangela! Ukumkani wakwaSirayeli usiqeshele ookumkani bamaHiti+ nookumkani baseYiputa+ ukuba basihlasele!” INdumiso 53:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Apho bazaliswa lunkwantyo olukhulu,+Apho kwakungqineke kungekho kunkwantya;+Kuba uThixo uya kuwachithachitha ngokuqinisekileyo amathambo akhe nabani na omisa inkampu nxamnye nawe.+Uya kubahlazisa ngokuqinisekileyo, kuba uYehova ubagatyile.+
17 Ndiya kunichasa ngenene, noyiswe ngokuqinisekileyo ziintshaba zenu;+ baninyathele abanithiyayo,+ nisabe kungekho unisukelayo.+
6 UYehova wabangela ukuba inkampu yamaSiriya ive+ isandi seenqwelo zokulwa, isandi samahashe, isandi somkhosi omkhulu wamajoni,+ kangangokuba athi omnye komnye: “Khangela! Ukumkani wakwaSirayeli usiqeshele ookumkani bamaHiti+ nookumkani baseYiputa+ ukuba basihlasele!”
5 Apho bazaliswa lunkwantyo olukhulu,+Apho kwakungqineke kungekho kunkwantya;+Kuba uThixo uya kuwachithachitha ngokuqinisekileyo amathambo akhe nabani na omisa inkampu nxamnye nawe.+Uya kubahlazisa ngokuqinisekileyo, kuba uYehova ubagatyile.+