Daniyeli 4:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ngoko ke, kumkani, ngamana icebo lam lingabonakala lilungile kuwe,+ uze uzisuse izono zakho ngobulungisa,+ nobugwenxa bakho ngokubenzela inceba abo bangamahlwempu.+ Mhlawumbi iya kwandiswa impumelelo yakho.’”+
27 Ngoko ke, kumkani, ngamana icebo lam lingabonakala lilungile kuwe,+ uze uzisuse izono zakho ngobulungisa,+ nobugwenxa bakho ngokubenzela inceba abo bangamahlwempu.+ Mhlawumbi iya kwandiswa impumelelo yakho.’”+