Marko 10:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 UYesu wamjonga yaye waziva emthanda waza wathi kuye: “Kukho nto inye uyiphosayo: Hamba, uye kuthengisa izinto onazo, unike amahlwempu, yaye uya kuba nobuncwane ezulwini, uze ube ngumlandeli wam.”+
21 UYesu wamjonga yaye waziva emthanda waza wathi kuye: “Kukho nto inye uyiphosayo: Hamba, uye kuthengisa izinto onazo, unike amahlwempu, yaye uya kuba nobuncwane ezulwini, uze ube ngumlandeli wam.”+