Efese 4:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ngoko ke, ekubeni nikulahlile ukuxoka,+ ngamnye kuni makathethe inyaniso nommelwane+ wakhe, ngenxa yokuba singamalungu omnye elomnye.+ 1 Tesalonika 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Enyanisweni, (niyazi nani ukuba) asizanga kuni ngentetho yokunkwalambisa,+ okanye ngembonakalo yobuxoki+ yenkanuko,+ uThixo ulingqina!
25 Ngoko ke, ekubeni nikulahlile ukuxoka,+ ngamnye kuni makathethe inyaniso nommelwane+ wakhe, ngenxa yokuba singamalungu omnye elomnye.+
5 Enyanisweni, (niyazi nani ukuba) asizanga kuni ngentetho yokunkwalambisa,+ okanye ngembonakalo yobuxoki+ yenkanuko,+ uThixo ulingqina!