IMizekeliso 11:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngenxa yentsikelelo yabangamalungisa idolophu iyaphakanyiswa,+ kodwa ngenxa yomlomo wabangendawo iyachithwa.+ IZenzo 19:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngoko isixeko sazaliswa sisiphithiphithi, yaye ngamxhelo mnye bagxalathelana ukungena kwindawo yokubonela, ngokunyanzela bethabatha kunye nabo uGayo noAristarko,+ abangabaseMakedoni, abalingane abahambahambayo bakaPawulos. Yakobi 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kaloku, ulwimi lungumlilo.+ Ulwimi lufana nqwa nehlabathi lentswela-bulungisa phakathi kwamalungu ethu, kuba ludyobha umzimba uphela,+ lukwatshisa nevili lobomi bemvelo; lona ke lutshiswa yiGehena.
11 Ngenxa yentsikelelo yabangamalungisa idolophu iyaphakanyiswa,+ kodwa ngenxa yomlomo wabangendawo iyachithwa.+
29 Ngoko isixeko sazaliswa sisiphithiphithi, yaye ngamxhelo mnye bagxalathelana ukungena kwindawo yokubonela, ngokunyanzela bethabatha kunye nabo uGayo noAristarko,+ abangabaseMakedoni, abalingane abahambahambayo bakaPawulos.
6 Kaloku, ulwimi lungumlilo.+ Ulwimi lufana nqwa nehlabathi lentswela-bulungisa phakathi kwamalungu ethu, kuba ludyobha umzimba uphela,+ lukwatshisa nevili lobomi bemvelo; lona ke lutshiswa yiGehena.