1 Kumkani 21:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngoko amadoda esixeko sakhe, amadoda amakhulu nezidwangube ezazihlala esixekweni sakhe, enza kanye njengoko uIzebhele wayewathumelele, kanye njengoko kwakubhaliwe ezincwadini awayewathumelele zona.+ Yeremiya 38:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoko uKumkani uZedekiya wathi: “Khangelani! Usezandleni zenu. Kuba akukho nto konke konke anokoyisa ngayo ukumkani nxamnye nani.”+
11 Ngoko amadoda esixeko sakhe, amadoda amakhulu nezidwangube ezazihlala esixekweni sakhe, enza kanye njengoko uIzebhele wayewathumelele, kanye njengoko kwakubhaliwe ezincwadini awayewathumelele zona.+
5 Ngoko uKumkani uZedekiya wathi: “Khangelani! Usezandleni zenu. Kuba akukho nto konke konke anokoyisa ngayo ukumkani nxamnye nani.”+