IMizekeliso 19:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ogcina umyalelo ugcina umphefumlo wakhe;+ odela iindlela zakhe uya kubulawa.+ Yohane 13:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ukuba niyazazi ezi zinto, ninoyolo ukuba nithi nizenze.+ Yakobi 1:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kodwa umntu oqondela kumthetho ogqibeleleyo+ wenkululeko, nalowo uzingisayo kuwo, yena lowo, ngenxa yokuba uye, akaba ngovayo aze alibale, kodwa waba ngumenzi womsebenzi,+ uya kuba noyolo+ ekuwenzeni kwakhe.
25 Kodwa umntu oqondela kumthetho ogqibeleleyo+ wenkululeko, nalowo uzingisayo kuwo, yena lowo, ngenxa yokuba uye, akaba ngovayo aze alibale, kodwa waba ngumenzi womsebenzi,+ uya kuba noyolo+ ekuwenzeni kwakhe.