IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 38:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ngoko uKumkani uZedekiya wathi kuYeremiya: “Ndoyika amaYuda aphambukele kumaKhaledi,+ ndoyikela ukuba asenokundinikela esandleni sawo yaye okunene asenokundiphatha kakubi.”+

  • Mateyu 10:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Kwaye ningaboyiki+ abo babulala umzimba kodwa bengenako ukubulala umphefumlo; kodwa kunoko yoyikani lowo+ unako ukutshabalalisa kokubini umphefumlo nomzimba eGehena.+

  • Mateyu 26:75
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 75 Kwaye uPetros wakhumbula ilizwi elalithethwe nguYesu, elileli: “Ngaphambi kokuba umqhagi ukhonye, uya kundikhanyela kathathu.”+ Yaye waphuma phandle waza walila ngokukrakra.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share