Genesis 15:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Emva kwezi zinto kwafika ilizwi likaYehova kuAbram embonweni,+ lisithi: “Musa ukoyika,+ Abram. Ndilikhaka lakho.+ Umvuzo wakho uya kuba mkhulu kakhulu.”+ INdumiso 84:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba uYehova uThixo ulilanga+ nekhaka;+Unikela ubabalo nozuko.+UYehova akayi kubandeza nantoni na elungileyo kwabo bahamba ngokungenamposiso.+
15 Emva kwezi zinto kwafika ilizwi likaYehova kuAbram embonweni,+ lisithi: “Musa ukoyika,+ Abram. Ndilikhaka lakho.+ Umvuzo wakho uya kuba mkhulu kakhulu.”+
11 Kuba uYehova uThixo ulilanga+ nekhaka;+Unikela ubabalo nozuko.+UYehova akayi kubandeza nantoni na elungileyo kwabo bahamba ngokungenamposiso.+