INdumiso 3:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ke mna, ndiya kungqengqa ukuze ndilale;Ngokuqinisekileyo ndiya kuvuka, kuba uYehova uqhubeka endixhasa.+ INdumiso 4:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Xa kukho uxolo ndiya kungqengqa ndize ndilale ngoxolo,+Kuba nguwe wedwa, Yehova, ondenza ndihlale ndinqabisekile.+ IMizekeliso 6:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ekuhambahambeni kwakho uya kukukhokela;+ ekulaleni kwakho, uya kukulinda;+ nasekuvukeni kwakho, uya kuzixhalabisa ngawe.
5 Ke mna, ndiya kungqengqa ukuze ndilale;Ngokuqinisekileyo ndiya kuvuka, kuba uYehova uqhubeka endixhasa.+
8 Xa kukho uxolo ndiya kungqengqa ndize ndilale ngoxolo,+Kuba nguwe wedwa, Yehova, ondenza ndihlale ndinqabisekile.+
22 Ekuhambahambeni kwakho uya kukukhokela;+ ekulaleni kwakho, uya kukulinda;+ nasekuvukeni kwakho, uya kuzixhalabisa ngawe.