Genesis 18:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngoko uAbraham wakhawuleza waya ententeni kuSara waza wathi: “Khawulezisa! Thabatha imilinganiselo yeeseha ezintathu zomgubo ocolekileyo, uxovule intlama, wenze amaqebengwana abusazinge.”+ Genesis 24:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngoko lakhawuleza layiqongqotha ingqayi yalo emkhombeni wokuseza laza labaleka kaninzi-ninzi ukuya kukha amanzi equleni,+ lazikhelela zonke iinkamela zakhe.
6 Ngoko uAbraham wakhawuleza waya ententeni kuSara waza wathi: “Khawulezisa! Thabatha imilinganiselo yeeseha ezintathu zomgubo ocolekileyo, uxovule intlama, wenze amaqebengwana abusazinge.”+
20 Ngoko lakhawuleza layiqongqotha ingqayi yalo emkhombeni wokuseza laza labaleka kaninzi-ninzi ukuya kukha amanzi equleni,+ lazikhelela zonke iinkamela zakhe.