Rute 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yaye ke, ntombi yam, musa ukoyika. Ndiya kukwenzela konke oko ukutshoyo,+ kuba wonk’ ubani osemasangweni abantu bam uyakuqonda ukuba ungumfazi obalaseleyo.+ INdumiso 128:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba uya kudla ukubulaleka kwezandla zakho.+Uya kuba noyolo yaye kuya kuba kuhle kuwe.+
11 Yaye ke, ntombi yam, musa ukoyika. Ndiya kukwenzela konke oko ukutshoyo,+ kuba wonk’ ubani osemasangweni abantu bam uyakuqonda ukuba ungumfazi obalaseleyo.+