IMizekeliso 18:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Imilebe yesiyatha ingena engxabanweni,+ yaye umlomo waso kanye ubiza imivumbo.+ IMizekeliso 20:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuluzuko emntwini ukuyicezela impikiswano,+ kodwa wonk’ ubani osisidenge uyagqabhuka kuyo.+ IMizekeliso 25:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Musa ukungxama ngokuya kuchophela ityala, ukuze kungabuzwa nto ngoko uya kukwenza ekuqoshelisweni kwalo xa idlelane lakho likuthoba.+
8 Musa ukungxama ngokuya kuchophela ityala, ukuze kungabuzwa nto ngoko uya kukwenza ekuqoshelisweni kwalo xa idlelane lakho likuthoba.+