Duteronomi 32:47 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 47 Ngokuba asilizwi lingenaxabiso kuni eli,+ kodwa lithetha ubomi benu,+ yaye ngeli lizwi nisenokuyandisa imihla yenu kuwo umhlaba eniwela iYordan nisiya kuwudla ilifa.”+ IMizekeliso 3:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 yaye oko kuya kuba bubomi emphefumlweni wakho+ nomtsalane emqaleni wakho.+
47 Ngokuba asilizwi lingenaxabiso kuni eli,+ kodwa lithetha ubomi benu,+ yaye ngeli lizwi nisenokuyandisa imihla yenu kuwo umhlaba eniwela iYordan nisiya kuwudla ilifa.”+