INdumiso 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 Unoyolo+ umntu ongahambanga ngecebo labangendawo,+Ongemanga endleleni yaboni,+Nongahlalanga esihlalweni sabagculeli.+ 1 Korinte 15:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Ningalahlekiswa. Unxulumano olubi lonakalisa imikhwa elungileyo.+
1 Unoyolo+ umntu ongahambanga ngecebo labangendawo,+Ongemanga endleleni yaboni,+Nongahlalanga esihlalweni sabagculeli.+