IMizekeliso 1:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 nyana wam, musa ukuhamba nabo endleleni.+ Lunqande unyawo lwakho endleleni yabo.+ IMizekeliso 3:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Kuba umntu otenxayo+ uyinto ecekisekayo kuYehova,+ kodwa ukusondelelana naye kokwabo bathe tye.+