2 Petros 2:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Amehlo abo azele lukrexezo+ yaye abakwazi kusiyeka isono,+ bewexula imiphefumlo engazinzanga. Intliziyo yabo iqeqeshelwe inkanuko.+ Bangabantwana bengqalekiso.+ Yuda 12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Bona balulwalwa olufihlakele phantsi kwamanzi emathekweni enu othando+ xa besezidlweni kunye nani; bangabalusi abazondla ngaphandle koloyiko;+ bangamafu angenamanzi aphehluzeliswa+ yimimoya;+ bayimithi engathwali siqhamo nkqu nasekwindla, efe kabini yaza yancothulwa;+ ISityhilelo 2:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “‘Noko ke, ndinezinto ezimbalwa nxamnye nawe, zokuba unabo abo babambelele nkqi kwimfundiso kaBhileham,+ owafundisa uBhalaki+ ukubeka isikhubekiso phambi koonyana bakaSirayeli, ukutya izinto ezibingelelwe kwizithixo nokuhenyuza.+
14 Amehlo abo azele lukrexezo+ yaye abakwazi kusiyeka isono,+ bewexula imiphefumlo engazinzanga. Intliziyo yabo iqeqeshelwe inkanuko.+ Bangabantwana bengqalekiso.+
12 Bona balulwalwa olufihlakele phantsi kwamanzi emathekweni enu othando+ xa besezidlweni kunye nani; bangabalusi abazondla ngaphandle koloyiko;+ bangamafu angenamanzi aphehluzeliswa+ yimimoya;+ bayimithi engathwali siqhamo nkqu nasekwindla, efe kabini yaza yancothulwa;+
14 “‘Noko ke, ndinezinto ezimbalwa nxamnye nawe, zokuba unabo abo babambelele nkqi kwimfundiso kaBhileham,+ owafundisa uBhalaki+ ukubeka isikhubekiso phambi koonyana bakaSirayeli, ukutya izinto ezibingelelwe kwizithixo nokuhenyuza.+