Isaya 59:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kungenxa yoko le nto okusesikweni kukude kuthi, nobulungisa bungasifumani. Sihlala sithembe ukukhanya, kodwa, khangela! bubumnyama; sithembe ukuqaqamba, kodwa saqhubeka sihamba esithokothokweni.+ Yohane 12:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 UYesu ke ngoko wathi kuso: “Ukhanyiso lusaya kuba phakathi kwenu okwethutyana. Hambani ngoxa nisenokhanyiso, khon’ ukuze ubumnyama+ bunganongameli; kwaye lowo uhamba ebumnyameni akazi apho aya khona.+
9 Kungenxa yoko le nto okusesikweni kukude kuthi, nobulungisa bungasifumani. Sihlala sithembe ukukhanya, kodwa, khangela! bubumnyama; sithembe ukuqaqamba, kodwa saqhubeka sihamba esithokothokweni.+
35 UYesu ke ngoko wathi kuso: “Ukhanyiso lusaya kuba phakathi kwenu okwethutyana. Hambani ngoxa nisenokhanyiso, khon’ ukuze ubumnyama+ bunganongameli; kwaye lowo uhamba ebumnyameni akazi apho aya khona.+