IMizekeliso 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Wayendifundisa+ aze athi kum: “Ngamana intliziyo yakho+ ingawabamba nkqi amazwi am.+ Gcina imiyalelo yam uze uqhubeke uphila.+ 1 Timoti 4:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kuba ingqeqesho yomzimba iyingenelo kancinane; kodwa lona uzinikelo lobuthixo+ luyingenelo kuzo zonke izinto,+ njengoko lusinika ithemba kobu bomi nakobo buzayo.+
4 Wayendifundisa+ aze athi kum: “Ngamana intliziyo yakho+ ingawabamba nkqi amazwi am.+ Gcina imiyalelo yam uze uqhubeke uphila.+
8 Kuba ingqeqesho yomzimba iyingenelo kancinane; kodwa lona uzinikelo lobuthixo+ luyingenelo kuzo zonke izinto,+ njengoko lusinika ithemba kobu bomi nakobo buzayo.+