IMizekeliso 8:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Onke amazwi omlomo wam abubulungisa.+ Phakathi kwawo akukho nto ijijekileyo okanye igwenxa.+ 1 Petros 2:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngako oko, lahlani bonke ububi+ nayo yonke inkohliso nohanahaniso nomona nazo zonke iintlobo zokudlana izithende,+
2 Ngako oko, lahlani bonke ububi+ nayo yonke inkohliso nohanahaniso nomona nazo zonke iintlobo zokudlana izithende,+