Yeremiya 5:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 “‘Kuba phakathi kwabantu bam kufunyenwe abantu abangendawo.+ Bahleli beqondele, bebuthumile njengababambisi beentaka.+ Babeke isibatha esonakalisayo. Babambisa abantu.
26 “‘Kuba phakathi kwabantu bam kufunyenwe abantu abangendawo.+ Bahleli beqondele, bebuthumile njengababambisi beentaka.+ Babeke isibatha esonakalisayo. Babambisa abantu.