1 Korinte 7:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 kanti, ngenxa yokuxhaphaka kohenyuzo,+ ndoda nganye mayibe nowayo umfazi+ yaye umfazi ngamnye abe neyakhe indoda. 1 Korinte 7:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Musani ukubandezana,+ ngaphandle kokuba kungokuvumelana okwexesha elimisiweyo,+ ukuze ninikele ixesha emthandazweni nize nibe ndawonye kwakhona, ukuze uSathana anganihendi+ ngenxa yokuswela kwenu ukuzeyisa.+
2 kanti, ngenxa yokuxhaphaka kohenyuzo,+ ndoda nganye mayibe nowayo umfazi+ yaye umfazi ngamnye abe neyakhe indoda.
5 Musani ukubandezana,+ ngaphandle kokuba kungokuvumelana okwexesha elimisiweyo,+ ukuze ninikele ixesha emthandazweni nize nibe ndawonye kwakhona, ukuze uSathana anganihendi+ ngenxa yokuswela kwenu ukuzeyisa.+