INdumiso 7:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Inkathazo yakhe iya kubuyela entlokweni yakhe,+Yaye ugonyamelo lwakhe luya kuhlela phezu kokakayi lwentloko yakhe.+ Galati 6:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ningalahlekiswa:+ UThixo akanakwenziwa intlekisa.+ Loo nto ayihlwayelayo umntu, uya kuvuna kwayona;+
16 Inkathazo yakhe iya kubuyela entlokweni yakhe,+Yaye ugonyamelo lwakhe luya kuhlela phezu kokakayi lwentloko yakhe.+
7 Ningalahlekiswa:+ UThixo akanakwenziwa intlekisa.+ Loo nto ayihlwayelayo umntu, uya kuvuna kwayona;+