INdumiso 10:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Umlomo wakhe uzaliswe zizifungo nenkohliso nengcinezelo.+Ngaphantsi kolwimi lwakhe kukho inkathazo nokwenzakalisayo.+ Mateyu 12:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Nzalandini yamarhamba,+ ningathini na ukuthetha izinto ezilungileyo, ningabangendawo nje?+ Kuba umlomo uthetha ngokuphuphuma kwentliziyo.+ IZenzo 20:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 kwaye phakathi kwenu kuya kusuka amadoda aze athethe izinto ezijijekileyo+ ukuze abatsale abafundi emva kwawo.+ Yakobi 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kaloku, ulwimi lungumlilo.+ Ulwimi lufana nqwa nehlabathi lentswela-bulungisa phakathi kwamalungu ethu, kuba ludyobha umzimba uphela,+ lukwatshisa nevili lobomi bemvelo; lona ke lutshiswa yiGehena.
7 Umlomo wakhe uzaliswe zizifungo nenkohliso nengcinezelo.+Ngaphantsi kolwimi lwakhe kukho inkathazo nokwenzakalisayo.+
34 Nzalandini yamarhamba,+ ningathini na ukuthetha izinto ezilungileyo, ningabangendawo nje?+ Kuba umlomo uthetha ngokuphuphuma kwentliziyo.+
30 kwaye phakathi kwenu kuya kusuka amadoda aze athethe izinto ezijijekileyo+ ukuze abatsale abafundi emva kwawo.+
6 Kaloku, ulwimi lungumlilo.+ Ulwimi lufana nqwa nehlabathi lentswela-bulungisa phakathi kwamalungu ethu, kuba ludyobha umzimba uphela,+ lukwatshisa nevili lobomi bemvelo; lona ke lutshiswa yiGehena.