Genesis 6:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngenxa yoko uYehova wabona ukuba ububi bomntu bandile emhlabeni yaye zonke iingcamango+ zentliziyo yakhe zityekele ebubini ngalo lonke ixesha.+ Zekariya 8:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Musani ukuceba intlekele omnye komnye ezintliziyweni zenu,+ ningathandi nasiphi na isifungo sobuxoki;+ kuba ezi zizinto zonke endizithiyileyo,’+ utsho uYehova.” Malaki 2:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kuba uluthiyile uqhawulo-mtshato,”+ utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli; “nalowo ugubungele isambatho sakhe ngogonyamelo,”+ utsho uYehova wemikhosi. “Nimele nizilinde ngokuphathelele umoya wenu, yaye nimele ningenzi ngobuqhophololo.+
5 Ngenxa yoko uYehova wabona ukuba ububi bomntu bandile emhlabeni yaye zonke iingcamango+ zentliziyo yakhe zityekele ebubini ngalo lonke ixesha.+
17 Musani ukuceba intlekele omnye komnye ezintliziyweni zenu,+ ningathandi nasiphi na isifungo sobuxoki;+ kuba ezi zizinto zonke endizithiyileyo,’+ utsho uYehova.”
16 Kuba uluthiyile uqhawulo-mtshato,”+ utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli; “nalowo ugubungele isambatho sakhe ngogonyamelo,”+ utsho uYehova wemikhosi. “Nimele nizilinde ngokuphathelele umoya wenu, yaye nimele ningenzi ngobuqhophololo.+