Isaya 3:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kwaye uYehova uthi: “Ngenxa yokuba iintombi zaseZiyon zinekratshi yaye zihamba zolule imiqala, zigxeleshile ngamehlo azo, zihamba zibekelele ukuhamba oku, neenyawo zazo zenza isandi esikhenkcezayo,+
16 Kwaye uYehova uthi: “Ngenxa yokuba iintombi zaseZiyon zinekratshi yaye zihamba zolule imiqala, zigxeleshile ngamehlo azo, zihamba zibekelele ukuhamba oku, neenyawo zazo zenza isandi esikhenkcezayo,+