IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INgoma yazo iiNgoma 3:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 “Yintoni na le nto inyuka isuka entlango njengemiqulu yomsi, iqhunyiselwa ngemore nangentlaka yokuqhumisa,+ nangalo lonke uhlobo lomgubo onevumba elimnandi lomrhwebi?”+

  • INgoma yazo iiNgoma 4:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 inadusi+ nesafron,+ ingcongolo yeziqholo+ nesinamon,+ nazo zonke iintlobo zemithi yentlaka yokuqhumisa, imore nekhala,+ kunye nabo bonke obona bulawu bulungileyo;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share