Yohane 3:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “Kuba uThixo walithanda+ kakhulu ihlabathi kangangokuba wanikela ngoNyana wakhe okuphela kwamzeleyo,+ ukuze wonk’ ubani obonisa ukholo+ kuye angatshabalali+ kodwa abe nobomi obungunaphakade.+ Yohane 13:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ke kaloku, ngenxa yokuba wayesazi ngaphambi komthendeleko wepasika ukuba lifikile ilixa lakhe+ lokuba emke kweli hlabathi aye kuYise,+ uYesu, ebathandile abakhe ababesehlabathini,+ wabathanda de kwasekupheleni.
16 “Kuba uThixo walithanda+ kakhulu ihlabathi kangangokuba wanikela ngoNyana wakhe okuphela kwamzeleyo,+ ukuze wonk’ ubani obonisa ukholo+ kuye angatshabalali+ kodwa abe nobomi obungunaphakade.+
13 Ke kaloku, ngenxa yokuba wayesazi ngaphambi komthendeleko wepasika ukuba lifikile ilixa lakhe+ lokuba emke kweli hlabathi aye kuYise,+ uYesu, ebathandile abakhe ababesehlabathini,+ wabathanda de kwasekupheleni.