IMizekeliso 7:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Uthi ephandle, abe ekwiindawo zembutho,+ elalela kufuphi nazo zonke iimbombo.+ IMizekeliso 23:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ngokuqinisekileyo, kanye njengomphangi, uyalalela;+ yaye phakathi kwabantu uyawandisa amaqhophololo.+
28 Ngokuqinisekileyo, kanye njengomphangi, uyalalela;+ yaye phakathi kwabantu uyawandisa amaqhophololo.+