INtshumayeli 10:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ukuqala kwamazwi omlomo waso bubudenge,+ nesiphelo emva komlomo waso yintlekele. Mateyu 12:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Nzalandini yamarhamba,+ ningathini na ukuthetha izinto ezilungileyo, ningabangendawo nje?+ Kuba umlomo uthetha ngokuphuphuma kwentliziyo.+ Yakobi 3:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngokunjalo, nalo, ulwimi lulilungu elincinane ukanti luzigwagwisa kakhulu.+ Khangelani! Hayi indlela omncinane ngayo umlilo ofunekayo ukutshisa ihlathi elikhulu gqitha!
34 Nzalandini yamarhamba,+ ningathini na ukuthetha izinto ezilungileyo, ningabangendawo nje?+ Kuba umlomo uthetha ngokuphuphuma kwentliziyo.+
5 Ngokunjalo, nalo, ulwimi lulilungu elincinane ukanti luzigwagwisa kakhulu.+ Khangelani! Hayi indlela omncinane ngayo umlilo ofunekayo ukutshisa ihlathi elikhulu gqitha!