IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 12:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Othanda ingqeqesho uthanda ukwazi,+ kodwa umthiyi wesohlwayo akaqiqi.+

  • Hebhere 2:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ngenxa yoko, simele sinikele ingqalelo engaphezu kweqhelekileyo kwizinto esizivileyo,+ ukuze singakhukuliseki.+

  • Hebhere 13:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Bakhumbuleni abo bakhokelayo phakathi kwenu,+ abaye bathetha ilizwi likaThixo kuni, yaye njengoko nisondela impumelelo yehambo yabo xelisani+ ukholo lwabo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share