INdumiso 50:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Uyahlala uthethe kakubi ngomzalwana wakho,+Nesiphoso sonyana kanyoko uyasidiza.+ INdumiso 101:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Nabani na onyelisa iqabane lakhe emfihlekweni,+Yena ndiyamthulisa.+Nabani na onamehlo anekratshi nonentliziyo ekhukhumeleyo,+Yena andinakumnyamezela.+
5 Nabani na onyelisa iqabane lakhe emfihlekweni,+Yena ndiyamthulisa.+Nabani na onamehlo anekratshi nonentliziyo ekhukhumeleyo,+Yena andinakumnyamezela.+