IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yobhi 31:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 Ngaba asiyontlekele kumenzi wobubi,+

      Nelishwa kwabo baqhelisela okwenzakalisayo?

  • INdumiso 1:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  6 Kuba uYehova uyayazi indlela yamalungisa,+

      Kodwa indlela yabangendawo iya kutshitsha.+

  • Luka 13:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Kodwa uya kuthetha athi kuni, ‘Andinazi apho nivela khona. Mkani kum, nonke nina basebenzi bentswela-bulungisa!’+

  • Roma 2:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 noko ke, kwabo banosukuzwano+ nabangayithobeliyo inyaniso+ kodwa bethobela intswela-bulungisa kuya kubakho ingqumbo nomsindo,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share