Isaya 65:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Izandla zam ndizolule imini yonke kwisizwana esineenkani,+ eso sihamba ngendlela engalunganga,+ emva kweengcamango zaso;+ Yeremiya 7:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ke kaloku ngenxa yokuba niqhubeka nisenza yonke le misebenzi,’ utsho uYehova, ‘yaye ndimana ndithetha kuni,+ ndivuka ekuseni ndize ndithethe, kodwa anaphulaphula,+ kwaye ndahlala ndibiza kuni, kodwa anaphendula,+
2 “Izandla zam ndizolule imini yonke kwisizwana esineenkani,+ eso sihamba ngendlela engalunganga,+ emva kweengcamango zaso;+
13 Ke kaloku ngenxa yokuba niqhubeka nisenza yonke le misebenzi,’ utsho uYehova, ‘yaye ndimana ndithetha kuni,+ ndivuka ekuseni ndize ndithethe, kodwa anaphulaphula,+ kwaye ndahlala ndibiza kuni, kodwa anaphendula,+