IMizekeliso 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Umntu osisilumko uya kuphulaphula aze angenise uyalelo olungakumbi,+ kwaye umntu onokuqonda ngulowo uzuza ulwalathiso lobuchule,+ INtshumayeli 4:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ulunge ngakumbi umntwana osisisweli+ kodwa esisilumko kunokumkani+ omdala kodwa esisiyatha, ongasakuvayo ukulunyukiswa.+
5 Umntu osisilumko uya kuphulaphula aze angenise uyalelo olungakumbi,+ kwaye umntu onokuqonda ngulowo uzuza ulwalathiso lobuchule,+
13 Ulunge ngakumbi umntwana osisisweli+ kodwa esisilumko kunokumkani+ omdala kodwa esisiyatha, ongasakuvayo ukulunyukiswa.+