1 Samuweli 22:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 UAhimeleki wamphendula ukumkani waza wathi: “Ngubani na phakathi kwabakhonzi bakho bonke onjengoDavide,+ othembekileyo,+ nongumkhwenyana+ kakumkani nentloko yamafanankosi akho nobekekileyo endlwini yakho?+
14 UAhimeleki wamphendula ukumkani waza wathi: “Ngubani na phakathi kwabakhonzi bakho bonke onjengoDavide,+ othembekileyo,+ nongumkhwenyana+ kakumkani nentloko yamafanankosi akho nobekekileyo endlwini yakho?+